IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Bonke abantu ababesesangweni namadoda amakhulu bathi: “Singamangqina! Wanga uYehova angamnika umfazi oza endlwini yakho ukuba abe njengoRakeli+ noLeya,+ bobabini abakha indlu kaSirayeli;+ nawe ulingqine ixabiso lakho kwaEfratha+ uze uzenzele igama eBhetelehem.+

  • Yeremiya 32:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 “‘Ngemali abantu baya kuthenga amasimi, yaye kuya kubhalwa kulo uxwebhu+ kuze kutywinwe kuthatyathwe namangqina+ kwilizwe lakwaBhenjamin+ nakoko kungqonge iYerusalem+ nasezixekweni zakwaYuda+ nasezixekweni zommandla weentaba nasezixekweni ezisesithabazini+ nasezixekweni zasemzantsi,+ ngenxa yokuba ndiya kubuyisela abathinjwa babo,’+ utsho uYehova.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share