Genesis 49:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Bamngcwaba apho uAbraham noSara umfazi wakhe.+ Bamngcwaba apho uIsake noRebheka umfazi wakhe,+ yaye ndamngcwaba apho noLeya. IZenzo 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukanti akamnikanga nayiphi na into njengelifa kulo, hayi, nendawana le engangonyawo;+ kodwa wathembisa ukumnika lona libe lelakhe,+ aze emva kwakhe alinike imbewu yakhe,+ ngoxa wayengekabi namntwana.+
31 Bamngcwaba apho uAbraham noSara umfazi wakhe.+ Bamngcwaba apho uIsake noRebheka umfazi wakhe,+ yaye ndamngcwaba apho noLeya.
5 Ukanti akamnikanga nayiphi na into njengelifa kulo, hayi, nendawana le engangonyawo;+ kodwa wathembisa ukumnika lona libe lelakhe,+ aze emva kwakhe alinike imbewu yakhe,+ ngoxa wayengekabi namntwana.+