Genesis 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uAbram wathi: “Nkosi enguMongami Yehova, uya kundinika ntoni na, njengokuba ndingenabantwana nje yaye nendlu yam iya kuba lilifa lendoda yaseDamasko, uEliyezere?”+ Genesis 41:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Wena uqobo uya kuba phezu kwendlu yam,+ yaye bonke abantu bam baya kukuthobela ngokupheleleyo.+ Kusetroneni kuphela endiya kuba mkhulu kunawe.”+ 1 Korinte 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngapha koko, okufunekayo kumagosa+ kukuba ahlale ethembekile.+
2 Waza uAbram wathi: “Nkosi enguMongami Yehova, uya kundinika ntoni na, njengokuba ndingenabantwana nje yaye nendlu yam iya kuba lilifa lendoda yaseDamasko, uEliyezere?”+
40 Wena uqobo uya kuba phezu kwendlu yam,+ yaye bonke abantu bam baya kukuthobela ngokupheleleyo.+ Kusetroneni kuphela endiya kuba mkhulu kunawe.”+