IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 32:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 andifanelwanga bubo bonke obu bubele bothando nakuko konke oku kuthembeka ukubonakalisileyo kumkhonzi wakho,+ kuba ndayiwela le Yordan ndinomsimelelo wam wodwa yaye ngoku ndingamaqela amabini.+

  • Genesis 47:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Yasondela imihla yokufa kukaSirayeli.+ Ngoko wambiza unyana wakhe uYosefu waza wathi kuye: “Ukuba, kaloku, ndikholekile emehlweni akho, nceda ubeke isandla sakho phantsi kwethanga lam,+ uze ubonakalise ububele bothando nenkoloseko kum.+ (Uze uncede, ungandingcwabeli eYiputa.)+

  • Yoshuwa 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Koko la madoda athi kulo: “Imiphefumlo yethu iya kufa esikhundleni senu!+ Ukuba akuwuxelanga lo mbandela wethu, kuya kuthi ke xa uYehova asinikayo ilizwe, nathi sinibonakalisele ububele bothando nenkoloseko.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share