Eksodus 35:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ‘Thabathani phakathi kwenu umnikelo kaYehova.+ Bonke abantliziyo zivumayo+ mabawuzise ube ngumnikelo kuYehova, oko kukuthi, igolide nesilivere nobhedu+ 1 Kronike 29:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye abantu babanemihlali ngokwenza umnikelo wokuzithandela kuYehova;+ kwanoDavide ukumkani waba nemihlali, wavuya kakhulu.+ 2 Korinte 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngamnye makenze kanye njengoko egqibile entliziyweni yakhe, kungekhona ngokukrokra+ okanye ngokunyanzelwa, kuba uThixo uthanda umphi ochwayitileyo.+
5 ‘Thabathani phakathi kwenu umnikelo kaYehova.+ Bonke abantliziyo zivumayo+ mabawuzise ube ngumnikelo kuYehova, oko kukuthi, igolide nesilivere nobhedu+
9 Yaye abantu babanemihlali ngokwenza umnikelo wokuzithandela kuYehova;+ kwanoDavide ukumkani waba nemihlali, wavuya kakhulu.+
7 Ngamnye makenze kanye njengoko egqibile entliziyweni yakhe, kungekhona ngokukrokra+ okanye ngokunyanzelwa, kuba uThixo uthanda umphi ochwayitileyo.+