Duteronomi 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukuba kwenzekile laba nesiphene, laqhwalela, laba yimfama, okanye laba naso nasiphi na isiphene esibi, uze ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+ Duteronomi 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Uze ungabingeleli kuYehova uThixo wakho inkunzi yenkomo okanye igusha enesiphene, nayo nantoni na embi; ngokuba oko ukucekisile uYehova uThixo wakho.+
21 Ukuba kwenzekile laba nesiphene, laqhwalela, laba yimfama, okanye laba naso nasiphi na isiphene esibi, uze ungabingeleli ngalo kuYehova uThixo wakho.+
17 “Uze ungabingeleli kuYehova uThixo wakho inkunzi yenkomo okanye igusha enesiphene, nayo nantoni na embi; ngokuba oko ukucekisile uYehova uThixo wakho.+