Levitikus 22:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Makungabikho namnye owasemzini odla into engcwele.+ Umfiki ohlala kunye nombingeleli nongumqeshwa makangayidli into engcwele. Numeri 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ufanele ummisele uAron noonyana bakhe, yaye bamele babunyamekele ububingeleli babo;+ kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo makabulawe.”+ Mateyu 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo baza badla izonka ezingumboniso,+ nto leyo ekwakungekho mthethweni+ ngaye ukuyidla, okanye ngabo wayenabo, ngaphandle kwababingeleli kuphela?+
10 “‘Makungabikho namnye owasemzini odla into engcwele.+ Umfiki ohlala kunye nombingeleli nongumqeshwa makangayidli into engcwele.
10 Ufanele ummisele uAron noonyana bakhe, yaye bamele babunyamekele ububingeleli babo;+ kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo makabulawe.”+
4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo baza badla izonka ezingumboniso,+ nto leyo ekwakungekho mthethweni+ ngaye ukuyidla, okanye ngabo wayenabo, ngaphandle kwababingeleli kuphela?+