1 Samuweli 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Saza isono sabalindi saba sikhulu kakhulu phambi koYehova;+ kuba abantu bawuphatha ngokungenantlonelo umnikelo kaYehova.+ 1 Samuweli 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko uSamuweli wathi ebantwini: “Musani ukoyika.+ Nina nibenzile bonke obu bubi. Kuphela nje musani ukutyeka ekumlandeleni uYehova,+ yaye nimele nimkhonze uYehova ngentliziyo yenu yonke.+
17 Saza isono sabalindi saba sikhulu kakhulu phambi koYehova;+ kuba abantu bawuphatha ngokungenantlonelo umnikelo kaYehova.+
20 Ngoko uSamuweli wathi ebantwini: “Musani ukoyika.+ Nina nibenzile bonke obu bubi. Kuphela nje musani ukutyeka ekumlandeleni uYehova,+ yaye nimele nimkhonze uYehova ngentliziyo yenu yonke.+