Eksodus 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+ Numeri 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Leyo yindlela oku okwakuqhubeka ngayo rhoqo: Ilifu laliwugubungela emini, libe yimbonakalo yomlilo ebusuku.+ INdumiso 78:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waqhubeka ebakhokela ngelifu emini+Yaye ubusuku bonke ngokukhanya komlilo.+
21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+
16 Leyo yindlela oku okwakuqhubeka ngayo rhoqo: Ilifu laliwugubungela emini, libe yimbonakalo yomlilo ebusuku.+