Eksodus 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+ Eksodus 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+ Duteronomi 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+ Yoshuwa 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+ Roma 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+
21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+
15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+
30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+
20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+
18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+