IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 41:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wabona nezikhwebu ezisixhenxe, ezingcakacileyo, ezitshileyo ngumoya wasempuma,+ zikhula emva kwazo.+

  • Eksodus 14:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+

  • INdumiso 78:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Wabangela ukuba kuqhambuke umoya wasempuma emazulwini+

      Wenza umoya wasezantsi uvuthuze ngamandla awo.+

  • Yona 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwathi kamsinya nje lakukhanya ilanga, uThixo wahlabela mgama wamisela ulophu lwasempuma,+ yaye intloko kaYona yahlala ibethwa lilanga, kangangokude awe isiduli;+ yaye waqhubeka ecela ukuba umphefumlo wakhe ufe, kwaye ngokuphindaphindiweyo wathi: “Kulunge ngakumbi ukuba ndife kunokuba ndiphile.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share