Eksodus 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+ Eksodus 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wayenza ke uYehova le nto ngosuku olulandelayo, zaza zafa zonke iintlobo zemfuyo yaseYiputa;+ kodwa akufanga nanye kwimfuyo yoonyana bakaSirayeli. Eksodus 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Lilizwe laseGoshen kuphela elingazange libe nasichotho, apho kwakukho oonyana bakaSirayeli.+ Malaki 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+
22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+
6 Wayenza ke uYehova le nto ngosuku olulandelayo, zaza zafa zonke iintlobo zemfuyo yaseYiputa;+ kodwa akufanga nanye kwimfuyo yoonyana bakaSirayeli.
18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+