Mateyu 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngelo xesha uYesu wayehamba kumasimi okudla okuziinkozo ngesabatha.+ Abafundi bakhe balamba baza baqala ukukha izikhwebu zokudla okuziinkozo, badla.+
12 Ngelo xesha uYesu wayehamba kumasimi okudla okuziinkozo ngesabatha.+ Abafundi bakhe balamba baza baqala ukukha izikhwebu zokudla okuziinkozo, badla.+