Numeri 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku, imana leyo+ ibinjengembewu yekoriyandire,+ yaye inkangeleko yayo ibinjengenkangeleko yentlaka yebhideliyu.+ Duteronomi 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko wakuthoba, wakulambisa,+ wakudlisa imana,+ into obungayazi, ababengayazi nooyihlo; ukuze akwazise ukuba akaphili ngasonka sodwa umntu kodwa uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.+ Nehemiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+ INdumiso 78:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Waqhubeka ebanisela imana ukuba badle,+Waza wabanika nokudla okuziinkozo kwezulu.+
7 Ke kaloku, imana leyo+ ibinjengembewu yekoriyandire,+ yaye inkangeleko yayo ibinjengenkangeleko yentlaka yebhideliyu.+
3 Ngoko wakuthoba, wakulambisa,+ wakudlisa imana,+ into obungayazi, ababengayazi nooyihlo; ukuze akwazise ukuba akaphili ngasonka sodwa umntu kodwa uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.+
15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+