IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ndahlabela mgama ndathi kubaLevi+ bafanele bazisulungekise rhoqo+ baze bangene, balinde amasango+ ukuze kungcwaliswe+ imini yesabatha. Oku, nako, kukhumbule+ ngenxa yam, Thixo wam, kwaye yiba nosizi ngam ngokobubele bakho bothando obuninzi.+

  • Isaya 56:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Unoyolo umntu ofayo okwenzayo oku,+ nonyana womntu obambelela kuko,+ ogcina isabatha ukuze angayihlambeli,+ nosigcinayo isandla sakhe ukuze angenzi naluphi na uhlobo lobubi.+

  • Isaya 58:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Ukuba ngenxa yesabatha uya kulubuyisa unyawo lwakho ngokubhekisele ekwenzeni oko kuyolisa wena ngomhla wam ongcwele,+ yaye okunene uya kuyibiza isabatha ngokuba luyolo olugqibeleleyo, umhla ongcwele kaYehova, ozukiswayo,+ kwaye okunene uya kuyizukisa kunokuba wenze ezakho iindlela, kunokuba ufumane okuyolisa wena uze uthethe ilizwi;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share