IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 32:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Kwathi ngengomso uMoses wathi ebantwini: “Nonile nina—nenza isono esikhulu,+ ngoku ke ndonyuka ndiye kuYehova. Mhlawumbi ndingenza imbuyekezo ngenxa yesono senu.”+

  • Levitikus 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa ukuba akabanga nako ukufumana imvu, umele ke ngoko athabathe amahobe asendle abe mabini okanye amantshontsho amavukuthu abe mabini,+ elinye libe lelomnikelo otshiswayo lize elinye libe lelomnikelo wesono, aze umbingeleli amcamagushele,+ andule ke ahlambuluke.’”

  • Levitikus 16:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Makungabikho mntu wumbi ententeni yokuhlangana ekungeneni kwakhe ukuya kucamagushela endaweni engcwele kude kube sekuphumeni kwakhe; wozicamagushela yena+ nendlu yakhe nebandla lakwaSirayeli liphela.+

  • Numeri 15:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Yaye umele ayicamagushele+ umbingeleli indibano iphela yoonyana bakaSirayeli, baze ke baxolelwe; ngokuba ibiyimpazamo leyo,+ yaye bona, bawuzisile umnikelo wabo wasemlilweni kuYehova nomnikelo wabo wesono phambi koYehova ngenxa yempazamo yabo.

  • Efese 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngaye siye sakhululwa ngentlawulelo ngalo igazi+ lakhe, saxolelwa+ izigqitho zethu, ngokobutyebi bobubele bakhe obungasifanelanga.+

  • 1 Timoti 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba mnye uThixo,+ mnye nomlamli+ phakathi koThixo+ nabantu,+ uKristu Yesu,+

  • Hebhere 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share