IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 40:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 waza walungiselela phezu kwayo uluhlu lwezonka+ phambi koYehova, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.

  • 1 Samuweli 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kodwa umbingeleli wamphendula uDavide waza wathi: “Akukho sonka siqhelekileyo esandleni sam, kodwa kukho isonka esingcwele;+ ukuba nje ubuncinane abafana baye bazigcina kubafazi.”+

  • Marko 2:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo, kwingxelo ephathelele uAbhiyatare+ umbingeleli oyintloko, waza wadla izonka ezingumboniso,+ ekungekho mthethweni+ ngaye nabani na ukuzidla ngaphandle kwababingeleli, yaye zimbi wazinika kwanabantu ababekunye naye?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share