Eksodus 25:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Uyaleke ngegolide esulungekileyo, uyijikeleze ngomphetho wegolide.+ 1 Kumkani 7:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Kwaye uSolomon wenza zonke iimpahla zendlu kaYehova, isibingelelo+ segolide netafile+ yegolide ekwakukho kuyo isonka sokubonisa, Hebhere 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba kwakhiwa icandelo lokuqala lentente+ ekwakukho kulo isiphatho sezibane+ kwanetafile+ nesiboniso sezonka;+ yaye libizwa ngokuthi “iNdawo Engcwele.”+
48 Kwaye uSolomon wenza zonke iimpahla zendlu kaYehova, isibingelelo+ segolide netafile+ yegolide ekwakukho kuyo isonka sokubonisa,
2 Kuba kwakhiwa icandelo lokuqala lentente+ ekwakukho kulo isiphatho sezibane+ kwanetafile+ nesiboniso sezonka;+ yaye libizwa ngokuthi “iNdawo Engcwele.”+