IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa ngowesixhenxe unyaka wowushiya ungalinywanga uze uwuyeke ube lifusi,+ ukuze adle kuwo amahlwempu abantu bakowenu; yaye okuseleyo kubo kuya kudliwa ngamarhamncwa asendle.+ Uze wenjenjalo ke kwisidiliya sakho nakwigcume lomnquma wakho.

  • Levitikus 26:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “‘Liya kuthi ngelo xesha libuyekeze iisabatha zalo ilizwe ngayo yonke imihla yokuphanza kwalo, ngoxa nina niya kube nisezweni leentshaba zenu. Iya kube iyisabatha ezweni ngelo xesha, lizibuyekeze iisabatha zalo ilizwe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share