Mateyu 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba uNyana womntu+ uyiNkosi yesabatha.”+ Mateyu 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuqwalaselwe konke oku, uxabiseke ngaphezulu kangakanani na ke umntu kunemvu!+ Ngoko kusemthethweni ukwenza into entle ngesabatha.” Roma 8:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 lokuba nayo indalo ngokwayo+ iya kukhululwa+ ekukhotyokisweni kukonakala ize ibe nenkululeko ezukileyo yabantwana bakaThixo.
12 Kuqwalaselwe konke oku, uxabiseke ngaphezulu kangakanani na ke umntu kunemvu!+ Ngoko kusemthethweni ukwenza into entle ngesabatha.”
21 lokuba nayo indalo ngokwayo+ iya kukhululwa+ ekukhotyokisweni kukonakala ize ibe nenkululeko ezukileyo yabantwana bakaThixo.