-
Rute 4:4INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
4 Ke mna, ndiye ndacinga ukuba ndikutyhile kuwe oku, ndisithi, ‘Sithenge+ phambi kwabemi namadoda amakhulu abantu bakowethu.+ Ukuba uza kusihlawulela, sihlawulele; kodwa ukuba akuyi kusihlawulela, ndixelele, ukuze ndazi, kuba akukho bani uza kwenza intlawulelo ngaphandle kwakho,+ kwaye ndim emva kwakho.’” Yena wathi: “Ndim oza kusihlawulela.”+
-
-
Rute 4:6INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
6 Umhlawuleli wathi: “Andikwazi ukuwuhlawulela mna, kuba ndoyikela ukuba ndiya konakalisa elam ilifa. Zihlawulele wona ngelungelo lam lentlawulelo, ngenxa yokuba andikwazi ukwenza intlawulelo.”
-