Eksodus 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Umphambukeli uze ungamdlakazelisi okanye umcinezele,+ kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.+ Eksodus 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Uze ungamcinezeli umphambukeli,+ njengoko niwazi nina umphefumlo womphambukeli, kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.+ Levitikus 19:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Makabe njengenzalelwane yenu umphambukeli lowo uphambukele kuni; yaye uze umthande njengawe,+ ngokuba nani naningabaphambukeli ezweni laseYiputa.+ NdinguYehova uThixo wenu. Duteronomi 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ogwebela inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ othanda umphambukeli+ amnike isonka nengubo yokwaleka.
21 “Umphambukeli uze ungamdlakazelisi okanye umcinezele,+ kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.+
9 “Uze ungamcinezeli umphambukeli,+ njengoko niwazi nina umphefumlo womphambukeli, kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.+
34 Makabe njengenzalelwane yenu umphambukeli lowo uphambukele kuni; yaye uze umthande njengawe,+ ngokuba nani naningabaphambukeli ezweni laseYiputa.+ NdinguYehova uThixo wenu.
18 ogwebela inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ othanda umphambukeli+ amnike isonka nengubo yokwaleka.