Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Levitikus 25:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 “‘Ngokuba oonyana bakaSirayeli bangamakhoboka am.+ Ngamakhoboka am endawakhupha ezweni laseYiputa.+ NdinguYehova uThixo wenu.+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
55 “‘Ngokuba oonyana bakaSirayeli bangamakhoboka am.+ Ngamakhoboka am endawakhupha ezweni laseYiputa.+ NdinguYehova uThixo wenu.+