Duteronomi 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzinika utyani emadlelweni izilwanyana zakho zasekhaya,+ uze eneneni udle wanele.+ Yoweli 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UYehova uya kuphendula aze athi kubantu bakhe, ‘Yabonani, ndithumela kuni ukudla okuziinkozo newayini entsha neoli, kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwanela kuko;+ yaye andiyi kunenza nibe lungcikivo kwakhona ezintlangeni.+
15 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzinika utyani emadlelweni izilwanyana zakho zasekhaya,+ uze eneneni udle wanele.+
19 UYehova uya kuphendula aze athi kubantu bakhe, ‘Yabonani, ndithumela kuni ukudla okuziinkozo newayini entsha neoli, kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwanela kuko;+ yaye andiyi kunenza nibe lungcikivo kwakhona ezintlangeni.+