IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:53
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 53 Wothi ke udle isiqhamo sesisu sakho, inyama yoonyana bakho neentombi zakho,+ akunikileyo uYehova uThixo wakho, ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho.

  • 2 Kumkani 6:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngako oko siye sampheka+ unyana wam saza samdla.+ Ndandula ndathi kuye ngosuku olulandelayo, ‘Ndinike unyana wakho ukuze simdle.’ Kodwa uye wamfihla unyana wakhe.”

  • Yeremiya 19:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ndiza kubadlisa inyama yoonyana babo nenyama yeentombi zabo; ngamnye uya kudla inyama yedlelane lakhe, ngenxa yengxinano nangenxa yengcinezelo eziya kubarhangqa ngayo iintshaba zabo kunye nabo bafuna umphefumlo wabo.”’+

  • IZililo 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Khawubone, Yehova, uze ukhangele+ kulowo uqhubene naye ngokuqatha ngale ndlela.

      Ngaba abafazi bafanele baqhubeke besidla isiqhamo sabo, abantwana abazelwe beyileke ngokupheleleyo,+

      Okanye engcweleni kaYehova ufanele abulawe na umbingeleli nomprofeti?+

  • IZililo 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zona kanye izandla zabafazi abanemfesane zibilise abantwana babo.+

      Banjengesonka sentuthuzelo kubani ebudeni bokuwa kwentombi yabantu bakowethu.+

  • Hezekile 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘“Ngoko ke oobawo baya kudla oonyana phakathi kwakho,+ noonyana baya kudla ooyise, yaye ndiza kuziphumeza kuwe izenzo zokugweba ndize ndichithachithe konke okuseleyo kwakho emimoyeni yonke.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share