Eksodus 29:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Uze uqhumisele ngenkunzi yegusha leyo iphela esibingelelweni. Yoba ngumnikelo otshiswayo lowo+ kuYehova, ivumba elithozamisayo.+ Ngumnikelo wasemlilweni lowo kuYehova. Levitikus 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke wona amathumbu+ awo namanqina awo aya kuhlanjwa ngamanzi; aqhumisele ngezo zinto zonke umbingeleli esibingelelweni zibe ngumnikelo otshiswayo, umnikelo wasemlilweni olivumba elithozamisayo kuYehova.+ Levitikus 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bamele baqhumisele+ ngazo oonyana baka-Aron+ esibingelelweni, phezu komnikelo otshiswayo ophezu kweenkuni+ ezisemlilweni, zibe ngumnikelo wasemlilweni olivumba elithozamisayo+ kuYehova. Levitikus 8:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wawahlamba amathumbu namanqina ngamanzi, waza uMoses waqhumisela ngenkunzi yegusha iphela esibingelelweni.+ Ngumnikelo otshiswayo lowo onevumba elithozamisayo.+ Ngumnikelo wasemlilweni lowo kuYehova, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses. Ezra 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ukuze ngokuqhubekayo+ kunikelwe umnikelo othozamisayo+ kuTHIXO wamazulu kuthandazelwe nobomi bukakumkani noonyana bakhe.+
18 Uze uqhumisele ngenkunzi yegusha leyo iphela esibingelelweni. Yoba ngumnikelo otshiswayo lowo+ kuYehova, ivumba elithozamisayo.+ Ngumnikelo wasemlilweni lowo kuYehova.
9 Ke wona amathumbu+ awo namanqina awo aya kuhlanjwa ngamanzi; aqhumisele ngezo zinto zonke umbingeleli esibingelelweni zibe ngumnikelo otshiswayo, umnikelo wasemlilweni olivumba elithozamisayo kuYehova.+
5 Bamele baqhumisele+ ngazo oonyana baka-Aron+ esibingelelweni, phezu komnikelo otshiswayo ophezu kweenkuni+ ezisemlilweni, zibe ngumnikelo wasemlilweni olivumba elithozamisayo+ kuYehova.
21 Wawahlamba amathumbu namanqina ngamanzi, waza uMoses waqhumisela ngenkunzi yegusha iphela esibingelelweni.+ Ngumnikelo otshiswayo lowo onevumba elithozamisayo.+ Ngumnikelo wasemlilweni lowo kuYehova, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.
10 ukuze ngokuqhubekayo+ kunikelwe umnikelo othozamisayo+ kuTHIXO wamazulu kuthandazelwe nobomi bukakumkani noonyana bakhe.+