IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Makenze kule nkunzi yenkomo kanye njengoko enzile kwinkunzi yenkomo yomnikelo wesono. Uya kwenjenjalo nakule; aze umbingeleli abacamagushele,+ bandule ke baxolelwe.

  • Yohane 1:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+

  • 1 Timoti 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba mnye uThixo,+ mnye nomlamli+ phakathi koThixo+ nabantu,+ uKristu Yesu,+

  • Hebhere 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo?

  • 1 Yohane 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko ayisithi esamthandayo uThixo, koko nguye owasithandayo waza wathumela uNyana wakhe njengombingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share