Levitikus 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umbingeleli wowucamagushela+ phambi koYehova, uze uxolelwe kuyo nayiphi na yezinto zonke ozenzileyo waza waba netyala ngazo.” Hebhere 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+ 1 Yohane 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+
7 Umbingeleli wowucamagushela+ phambi koYehova, uze uxolelwe kuyo nayiphi na yezinto zonke ozenzileyo waza waba netyala ngazo.”
17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+
2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+