IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Okuseleyo kumnikelo wokudla okuziinkozo koba kokuka-Aron noonyana bakhe, kube yeyona nto ingcwele yomnikelo kaYehova wasemlilweni.+

  • Levitikus 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yonke into eyindoda phakathi kwababingeleli yolidla.+ Lodliwa endaweni engcwele. Liyeyona nto ingcwele lona.+

  • 1 Samuweli 2:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kwaye kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli ndazinyulela yena,+ ukuba asebenze njengombingeleli aze anyuke esibingelelweni sam+ ukuze enze umsi wombingelelo ube ngumqulu onyukayo, athwale iefodi phambi kwam, ukuze ndinike indlu kakhokho wakho yonke iminikelo yasemlilweni yoonyana bakaSirayeli.+

  • 1 Korinte 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share