Levitikus 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Makenze kule nkunzi yenkomo kanye njengoko enzile kwinkunzi yenkomo yomnikelo wesono. Uya kwenjenjalo nakule; aze umbingeleli abacamagushele,+ bandule ke baxolelwe. Levitikus 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Elinye uya kulenza libe ngumnikelo otshiswayo ngokwenkqubo eqhelekileyo;+ aze umbingeleli awucamagushele+ ngesono sawo osenzileyo, wandule ke uxolelwe.+ Levitikus 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wozisa kumbingeleli inkunzi yegusha ephilileyo ngokwexabiso elithelekelelwayo, ibe ngumnikelo wetyala;+ yaye umbingeleli umele awucamagushele+ ngenxa yempazamo yawo oyenze ungaqondanga, nangona wona ubungazi, wandule ke uxolelwe.+ 1 Yohane 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+ 1 Yohane 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+
20 Makenze kule nkunzi yenkomo kanye njengoko enzile kwinkunzi yenkomo yomnikelo wesono. Uya kwenjenjalo nakule; aze umbingeleli abacamagushele,+ bandule ke baxolelwe.
10 Elinye uya kulenza libe ngumnikelo otshiswayo ngokwenkqubo eqhelekileyo;+ aze umbingeleli awucamagushele+ ngesono sawo osenzileyo, wandule ke uxolelwe.+
18 Wozisa kumbingeleli inkunzi yegusha ephilileyo ngokwexabiso elithelekelelwayo, ibe ngumnikelo wetyala;+ yaye umbingeleli umele awucamagushele+ ngenxa yempazamo yawo oyenze ungaqondanga, nangona wona ubungazi, wandule ke uxolelwe.+
7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+
2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+