Eksodus 30:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 UAron+ noonyana bakhe+ uze ubathambise, ubangcwalise, babe ngababingeleli kum.+ INdumiso 133:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kunjengeoli elungileyo entloko,+Ehla ezindevini,Ezindevini zika-Aron,+Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+ Luka 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Umoya kaYehova+ uphezu kwam, ngenxa yokuba undithambisele ukuvakalisa iindaba ezilungileyo kumahlwempu, undithumele ukushumayela inkululo kubathinjwa nokubuyiselwa kokubona kwiimfama, ukukhulula abo batyunyuziweyo,+ IZenzo 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+ Hebhere 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wabuthanda ubulungisa, waza wakuthiya ukuchas’ umthetho. Kungenxa yoko le nto uThixo, uThixo wakho, ekuthambise+ ngeoli yemigcobo ngaphezu kwamaqabane akho.”+ Hebhere 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba wonke umbingeleli omkhulu othatyathwe phakathi kwabantu umiselwa ngenxa yabantu phezu kwezinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele izipho nemibingelelo yezono.+ Hebhere 7:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 kuba uMthetho umisela abantu abanobuthathaka+ njengababingeleli abakhulu,+ kodwa lona ilizwi lesifungo esinzulu+ eleza emva koMthetho limisela uNyana, ogqityeleliswe+ ngonaphakade. Hebhere 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba wonke umbingeleli omkhulu umiselwa ukuba anikele izipho nemibingelelo;+ ngoko ke kube yimfuneko ukuba naye lo abe nokuthile akunikelayo.+
2 Kunjengeoli elungileyo entloko,+Ehla ezindevini,Ezindevini zika-Aron,+Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+
18 “Umoya kaYehova+ uphezu kwam, ngenxa yokuba undithambisele ukuvakalisa iindaba ezilungileyo kumahlwempu, undithumele ukushumayela inkululo kubathinjwa nokubuyiselwa kokubona kwiimfama, ukukhulula abo batyunyuziweyo,+
38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+
9 Wabuthanda ubulungisa, waza wakuthiya ukuchas’ umthetho. Kungenxa yoko le nto uThixo, uThixo wakho, ekuthambise+ ngeoli yemigcobo ngaphezu kwamaqabane akho.”+
5 Kuba wonke umbingeleli omkhulu othatyathwe phakathi kwabantu umiselwa ngenxa yabantu phezu kwezinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele izipho nemibingelelo yezono.+
28 kuba uMthetho umisela abantu abanobuthathaka+ njengababingeleli abakhulu,+ kodwa lona ilizwi lesifungo esinzulu+ eleza emva koMthetho limisela uNyana, ogqityeleliswe+ ngonaphakade.
3 Kuba wonke umbingeleli omkhulu umiselwa ukuba anikele izipho nemibingelelo;+ ngoko ke kube yimfuneko ukuba naye lo abe nokuthile akunikelayo.+