Mateyu 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 kuba wayesithi: “Ukuba ndingachukumisa oku nje kwesambatho sakhe sangaphezulu ndiya kuphila.”+ Mateyu 14:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kwaye bambongoza ukuba bachukumise nje umphetho wesambatho sakhe sangaphezulu;+ yaye bonke abo basichukumisayo baphiliswa ngokupheleleyo.
36 Kwaye bambongoza ukuba bachukumise nje umphetho wesambatho sakhe sangaphezulu;+ yaye bonke abo basichukumisayo baphiliswa ngokupheleleyo.