IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 4:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kwaye umbingeleli, umthanjiswa,+ umele athabathe egazini lenkunzi yenkomo, alizise ententeni yokuhlangana;

  • Levitikus 10:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Khangelani! Alingeniswanga igazi lawo engcweleni phakathi.+ Benifanele niwudle okunene endaweni engcwele, kanye njengoko ndayalelwayo.”+

  • Levitikus 16:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “Ke yona inkunzi yenkomo yomnikelo wesono nebhokhwe yomnikelo wesono, ezigazi lazo langeniswayo ukuba licamagushe endaweni engcwele, zokhutshelwa ngaphandle kwenkampu; zitshiswe ngomlilo izikhumba zazo nenyama yazo nomswane wazo.+

  • Hebhere 13:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba imizimba yezo zilwanyana ezigazi lazo lingeniswa kwindawo engcwele ngumbingeleli omkhulu ngenxa yesono itshiselwa ngaphandle kwenkampu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share