IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 29:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Wozibeka zonke entendeni ka-Aron nasentendeni yoonyana bakhe,+ uzitshangatshangise zibe ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+

  • Levitikus 8:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Emva koko wazibeka ezo zinto entendeni ka-Aron nasentendeni yoonyana bakhe waza wazitshangatshangisa zaba ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+

  • Levitikus 9:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke zona iincum nomlenze wasekunene wazitshangatshangisa uAron zaba ngumnikelo otshangatshangiswayo+ phambi koYehova, kanye njengoko wayalelayo uMoses.

  • Numeri 6:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Yaye umele azitshangatshangise umbingeleli zibe ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+ Zingcwele zona kumbingeleli, kunye nencum+ yomnikelo otshangatshangiswayo kunye nomlenze womnikelo.+ Emva koko umNaziri angayisela iwayini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share