Eksodus 29:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uze uthabathe ioli yokuthambisa,+ uyigalele entlokweni yakhe, umthambise.+ Eksodus 30:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 UAron+ noonyana bakhe+ uze ubathambise, ubangcwalise, babe ngababingeleli kum.+ Eksodus 40:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umambese uAron izambatho ezingcwele,+ umthambise,+ umngcwalise, ukuze akhonze njengombingeleli kum. Levitikus 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Umbingeleli omkhulu phakathi kwabazalwana bakhe, ekuya kugalelwa ioli+ yokuthambisa entlokweni yakhe, nowamiselwayo ukuze azinxibe izambatho,+ makangayiyeki ingalungiswanga intloko yakhe,+ angazikrazuli izambatho zakhe.+ INdumiso 133:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kunjengeoli elungileyo entloko,+Ehla ezindevini,Ezindevini zika-Aron,+Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+ IZenzo 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+
13 Uze umambese uAron izambatho ezingcwele,+ umthambise,+ umngcwalise, ukuze akhonze njengombingeleli kum.
10 “‘Umbingeleli omkhulu phakathi kwabazalwana bakhe, ekuya kugalelwa ioli+ yokuthambisa entlokweni yakhe, nowamiselwayo ukuze azinxibe izambatho,+ makangayiyeki ingalungiswanga intloko yakhe,+ angazikrazuli izambatho zakhe.+
2 Kunjengeoli elungileyo entloko,+Ehla ezindevini,Ezindevini zika-Aron,+Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+
38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+