Eksodus 29:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Uze uyithabathe inkunzi yegusha yokumiselwa, uyibilise inyama yayo endaweni engcwele.+ Levitikus 6:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ke sona isitya sodongwe+ osenokuba ubiliswe ngaso masaphulwe. Kodwa ukuba uthe wabiliswa ngesitya sobhedu, simele sikhuculwe size siyalazwe ngamanzi. 1 Samuweli 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke lona ilungelo eliyimfanelo yababingeleli eliphuma ebantwini,+ xa sukuba nawuphi na umntu enikela umbingelelo, umlindi wombingeleli wayesiza enefolokhwe enamazinyo amathathu esandleni sakhe, kanye xa inyama iphekiweyo,+
28 Ke sona isitya sodongwe+ osenokuba ubiliswe ngaso masaphulwe. Kodwa ukuba uthe wabiliswa ngesitya sobhedu, simele sikhuculwe size siyalazwe ngamanzi.
13 Ke lona ilungelo eliyimfanelo yababingeleli eliphuma ebantwini,+ xa sukuba nawuphi na umntu enikela umbingelelo, umlindi wombingeleli wayesiza enefolokhwe enamazinyo amathathu esandleni sakhe, kanye xa inyama iphekiweyo,+