Levitikus 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “‘Ke ukuba umphefumlo othile usondeza umnikelo wokudla okuziinkozo+ kuYehova, umnikelo wawo woba ngumgubo ocolekileyo;+ ugalele ioli phezu kwawo uze ubeke intlaka yokuqhumisa phezu kwawo. Levitikus 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “‘Ukuba uthe wasondeza umnikelo wokudla okuziinkozo okubhakwe eontini, woba ngamaqebengwana abusazinge angenagwele,+ omgubo ocolekileyo ogalelwe ioli okanye izonka ezisicaba ezingenagwele+ eziqatywe ioli.+ Levitikus 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Nize ningasondezi kuYehova umnikelo wokudla okuziinkozo owenziwe ngegwele,+ kuba animele niqhumisele konke konke ngegwele nangobusi zibe ngumnikelo wasemlilweni kuYehova. Levitikus 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Yonke iminikelo yakho yokudla okuziinkozo woyinonga ngetyuwa;+ yaye uze ungavumeli ukuba ingabikho ityuwa yomnqophiso+ kaThixo wakho emnikelweni wakho wokudla okuziinkozo. Iminikelo yakho yonke woyisondeza inetyuwa.
2 “‘Ke ukuba umphefumlo othile usondeza umnikelo wokudla okuziinkozo+ kuYehova, umnikelo wawo woba ngumgubo ocolekileyo;+ ugalele ioli phezu kwawo uze ubeke intlaka yokuqhumisa phezu kwawo.
4 “‘Ukuba uthe wasondeza umnikelo wokudla okuziinkozo okubhakwe eontini, woba ngamaqebengwana abusazinge angenagwele,+ omgubo ocolekileyo ogalelwe ioli okanye izonka ezisicaba ezingenagwele+ eziqatywe ioli.+
11 “‘Nize ningasondezi kuYehova umnikelo wokudla okuziinkozo owenziwe ngegwele,+ kuba animele niqhumisele konke konke ngegwele nangobusi zibe ngumnikelo wasemlilweni kuYehova.
13 “‘Yonke iminikelo yakho yokudla okuziinkozo woyinonga ngetyuwa;+ yaye uze ungavumeli ukuba ingabikho ityuwa yomnqophiso+ kaThixo wakho emnikelweni wakho wokudla okuziinkozo. Iminikelo yakho yonke woyisondeza inetyuwa.