IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 6:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Thetha kuAron nakoonyana bakhe, uthi, ‘Nize nenjenje ukubasikelela+ oonyana bakaSirayeli, nithi kubo:

  • Duteronomi 10:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Ngelo xesha uYehova wasahlula isizwe sakwaLevi+ ukuba sithwale ityeya yomnqophiso kaYehova,+ nokuba sime phambi koYehova silungiselele kuye+ size sisikelele egameni lakhe unanamhla.+

  • Duteronomi 21:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Bofika ababingeleli, oonyana bakaLevi, ngokuba unyule bona uYehova uThixo wakho ukuba balungiselele kuye+ nokuba basikelele+ egameni likaYehova, kulanyulwe ngokomlomo wabo ukuphikisana konke okuphathelele nasiphi na isenzo sogonyamelo.+

  • 1 Kronike 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Oonyana baka-Amram yayinguAron+ noMoses.+ Kodwa uAron wahlulelwa+ ukuba angcwalise eYona Ngcwele,+ yena noonyana bakhe ukusa kwixesha elingenammiselo, ukuqhumisa umbingelelo+ phambi koYehova, ukuba balungiselele kuye,+ bavakalise intsikelelo+ egameni lakhe ukusa kwixesha elingenammiselo.

  • Luka 24:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Kodwa wabakhokelela ngaphandle ukuya kufikelela eBhethani, yaye waziphakamisa izandla zakhe waza wabasikelela.+

  • IZenzo 3:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 UThixo, emva kokuvusa uMkhonzi wakhe, wamthumela kuni kuqala+ ukuze anisikelele ngokuthi akhwebule ngamnye kwizenzo zenu zokungendawo.”

  • Hebhere 7:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yinto engenakuphikwa ke ukuba osikelelayo mkhulu kunosikelelwayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share