Duteronomi 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Uze uzilinde esibethweni seqhenqa,+ ukunyamekele kakuhle ukwenza ngokwako konke abaya kukuyalela ngako ababingeleli, abaLevi.+ Nize nikunyamekele+ ukwenza kanye njengoko ndibayalele. Malaki 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+ Luka 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Akuwabona wathi kuwo: “Hambani niye kuzibonakalisa kubabingeleli.”+ Kwathi ke njengoko ayesiya ahlanjululwa.+
8 “Uze uzilinde esibethweni seqhenqa,+ ukunyamekele kakuhle ukwenza ngokwako konke abaya kukuyalela ngako ababingeleli, abaLevi.+ Nize nikunyamekele+ ukwenza kanye njengoko ndibayalele.
7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+
14 Akuwabona wathi kuwo: “Hambani niye kuzibonakalisa kubabingeleli.”+ Kwathi ke njengoko ayesiya ahlanjululwa.+