Duteronomi 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “UYehova wokubetha ngethumba laseYiputa+ nangezikhala nangokhwekhwe nangokujaduka kolusu, ongayi kuba nako ukuphiliswa kuzo. 2 Kumkani 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UIsaya wahlabela mgama wenjenje: “Nina, thabathani isicumba+ samakhiwane omileyo.” Ngoko basithabatha baza basibeka phezu kwethumba,+ emva koko waphila ngokuthe ngcembe.+ Yobhi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uSathana waphuma wemka phambi kukaYehova+ waza wambetha uYobhi ngamathumba+ abuhlungu ukususela entendeni yonyawo lwakhe ukuya elukakayini lwentloko yakhe.
27 “UYehova wokubetha ngethumba laseYiputa+ nangezikhala nangokhwekhwe nangokujaduka kolusu, ongayi kuba nako ukuphiliswa kuzo.
7 UIsaya wahlabela mgama wenjenje: “Nina, thabathani isicumba+ samakhiwane omileyo.” Ngoko basithabatha baza basibeka phezu kwethumba,+ emva koko waphila ngokuthe ngcembe.+
7 Ngoko uSathana waphuma wemka phambi kukaYehova+ waza wambetha uYobhi ngamathumba+ abuhlungu ukususela entendeni yonyawo lwakhe ukuya elukakayini lwentloko yakhe.