IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakhuphe enkampini wonke umntu oneqhenqa+ naye wonk’ ubani obhobhozayo+ naye wonk’ ubani ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo.+

  • Numeri 12:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Ukuba uyise ebemtshicele+ ebusweni, ebengayi kuthotywa na iintsuku ezisixhenxe? Makavalelwe+ yedwa iintsuku ezisixhenxe ngaphandle kwenkampu,+ aze emva koko amkelelwe ngaphakathi.”+

  • 2 Kumkani 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kwakukho amadoda amane aneqhenqa, awayesesangweni;+ yaye athi enye kwenye: “Sihlalele ntoni na apha side sife?

  • 2 Kronike 26:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 U-Uziya+ ukumkani waqhubeka eneqhenqa de kwayimini yokufa kwakhe, yaye wahlala endlwini ekhululekile kwizabelo zakhe, njengoneqhenqa;+ kuba wayahlukanisiwe nendlu kaYehova, ngoxa uYotham unyana wakhe wayongamele indlu kakumkani, egweba abantu belo lizwe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share