IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 29:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wowathabatha onke amanqatha+ agubungele amathumbu,+ nomhlehlo ophezu kwesibindi,+ nezintso zombini nenqatha lazo, uqhumisele ngazo esibingelelweni.+

  • Levitikus 7:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Nize ningawadli kwaphela amanqatha+ enkunzi yenkomo, nawetakane legusha eliyinkunzi okanye awebhokhwe.

  • Levitikus 7:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Izandla zakhe zolizisa inqatha+ eliphezu kwencum libe ngumnikelo wasemlilweni kuYehova. Wolizisa kunye nencum ukuba litshangatshangiswe njengomnikelo otshangatshangiswayo+ phambi koYehova.

  • 1 Kumkani 8:64
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 64 Ngaloo mini ukumkani kwafuneka angcwalise umphakathi wentendelezo ephambi kwendlu kaYehova,+ ngenxa yokuba wayeza kuwenzela apho umbingelelo otshiswayo nomnikelo wokudla okuziinkozo namanqatha emibingelelo yobudlelane; kuba isibingelelo sobhedu+ esiphambi koYehova sasisincinane kakhulu ukuba singaqulatha umbingelelo otshiswayo nomnikelo wokudla okuziinkozo namanqatha+ ombingelelo wobudlelane.

  • Hezekile 44:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “‘Ke bona ababingeleli bobuLevi,+ oonyana bakaTsadoki,+ abayinyamekelayo imbopheleleko yengcwele yam xa oonyana bakaSirayeli baphambukayo kum, bona baya kusondela kum ukuze balungiselele kum,+ kwaye bamele beme phambi kwam+ banikele amanqatha+ negazi,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share