Eksodus 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nithabathe isipha sehisope,+ nisithi nkxu egazini elisesityeni nize niqabe kumphezulu womnyango nakwimigubasi emibini ngegazi elisesityeni; yaye ze kungaphumi namnye kuni ngomnyango wendlu yakhe kude kuse. Levitikus 14:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Awuthabathe umsedare nehisope+ nomchako omfusa nentaka ephilileyo, azithi nkxu egazini lentaka exheliweyo nasemanzini aqukuqelayo, ayifefe+ indlu izihlandlo zibe sixhenxe.+ Numeri 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Uya kuthi ke umntu ohlambulukileyo+ athabathe ihisope,+ ayithi nkxu emanzini, atshize intente kwanezitya nemiphefumlo yonke ebikuyo kwanalowo uchukumise ithambo nokuba ngobuleweyo nokuba sisidumbu nokuba lingcwaba. 1 Kumkani 4:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye wayethetha ngemithi, ukususela kumsedare oseLebhanon+ kuse kwihisope+ ephuma eludongeni; kwaye wayethetha ngezilo+ nangezidalwa eziphaphazelayo+ nangezinto ezinambuzelayo+ nangeentlanzi.+ INdumiso 51:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngamana ungandisulungekisa esonweni ngehisope, ukuze ndihlambuluke;+Ngamana ungandihlamba, ukuze ndibe mhlophe ngakumbi kunekhephu.+
22 Nithabathe isipha sehisope,+ nisithi nkxu egazini elisesityeni nize niqabe kumphezulu womnyango nakwimigubasi emibini ngegazi elisesityeni; yaye ze kungaphumi namnye kuni ngomnyango wendlu yakhe kude kuse.
51 Awuthabathe umsedare nehisope+ nomchako omfusa nentaka ephilileyo, azithi nkxu egazini lentaka exheliweyo nasemanzini aqukuqelayo, ayifefe+ indlu izihlandlo zibe sixhenxe.+
18 Uya kuthi ke umntu ohlambulukileyo+ athabathe ihisope,+ ayithi nkxu emanzini, atshize intente kwanezitya nemiphefumlo yonke ebikuyo kwanalowo uchukumise ithambo nokuba ngobuleweyo nokuba sisidumbu nokuba lingcwaba.
33 Yaye wayethetha ngemithi, ukususela kumsedare oseLebhanon+ kuse kwihisope+ ephuma eludongeni; kwaye wayethetha ngezilo+ nangezidalwa eziphaphazelayo+ nangezinto ezinambuzelayo+ nangeentlanzi.+
7 Ngamana ungandisulungekisa esonweni ngehisope, ukuze ndihlambuluke;+Ngamana ungandihlamba, ukuze ndibe mhlophe ngakumbi kunekhephu.+