Levitikus 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wothi ke umbingeleli amkhangele ngomhla wesixhenxe, yaye ukuba kukhangeleka ngathi isibetho eso siyekile, asanwenwa eluswini, wophinda umbingeleli amvalele+ imihla esixhenxe. Numeri 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakhuphe enkampini wonke umntu oneqhenqa+ naye wonk’ ubani obhobhozayo+ naye wonk’ ubani ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo.+ Numeri 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wavalelwa yedwa ke uMiriyam ngaphandle kwenkampu iintsuku ezisixhenxe,+ abanduluka abantu wada wamkelelwa ngaphakathi uMiriyam.
5 Wothi ke umbingeleli amkhangele ngomhla wesixhenxe, yaye ukuba kukhangeleka ngathi isibetho eso siyekile, asanwenwa eluswini, wophinda umbingeleli amvalele+ imihla esixhenxe.
2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakhuphe enkampini wonke umntu oneqhenqa+ naye wonk’ ubani obhobhozayo+ naye wonk’ ubani ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo.+
15 Wavalelwa yedwa ke uMiriyam ngaphandle kwenkampu iintsuku ezisixhenxe,+ abanduluka abantu wada wamkelelwa ngaphakathi uMiriyam.