Eksodus 29:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wozibeka zonke entendeni ka-Aron nasentendeni yoonyana bakhe,+ uzitshangatshangise zibe ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+ Levitikus 7:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Izandla zakhe zolizisa inqatha+ eliphezu kwencum libe ngumnikelo wasemlilweni kuYehova. Wolizisa kunye nencum ukuba litshangatshangiswe njengomnikelo otshangatshangiswayo+ phambi koYehova. Numeri 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye uAron umele abatshangazise abaLevi phambi koYehova babe ngumnikelo otshangatshangiswayo+ ovela koonyana bakaSirayeli, babe ngabokuphumeza inkonzo kaYehova.+
24 Wozibeka zonke entendeni ka-Aron nasentendeni yoonyana bakhe,+ uzitshangatshangise zibe ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.+
30 Izandla zakhe zolizisa inqatha+ eliphezu kwencum libe ngumnikelo wasemlilweni kuYehova. Wolizisa kunye nencum ukuba litshangatshangiswe njengomnikelo otshangatshangiswayo+ phambi koYehova.
11 Yaye uAron umele abatshangazise abaLevi phambi koYehova babe ngumnikelo otshangatshangiswayo+ ovela koonyana bakaSirayeli, babe ngabokuphumeza inkonzo kaYehova.+