IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 72:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Uya kuba nosizi ngesisweli nangehlwempu,+

      Nemiphefumlo yabangamahlwempu uya kuyisindisa.+

  • IMizekeliso 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+

  • IMizekeliso 22:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Osisityebi nosweleyo bayahlangabezana.+ UMenzi wabo bonke nguYehova.+

  • Luka 6:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Waphakamisela amehlo akhe kubafundi bakhe waza wathi:+

      “Ninoyolo nina mahlwempu,+ ngenxa yokuba bobenu ubukumkani bukaThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share