-
Levitikus 15:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
8 Xa athe obhobhozayo wamtshicela ohlambulukileyo, wozihlamba izambatho zakhe aze ahlambe umzimba emanzini, abe ngongahlambulukanga kude kuhlwe.
-
-
Numeri 19:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Umele ke umbingeleli ahlambe izambatho zakhe, ahlambe nomzimba wakhe ngamanzi, yaye emva koko angangena enkampini; kodwa loo mbingeleli uya kuba ngongahlambulukanga kude kuhlwe.
-