IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 12:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Nithabathe isipha sehisope,+ nisithi nkxu egazini elisesityeni nize niqabe kumphezulu womnyango nakwimigubasi emibini ngegazi elisesityeni; yaye ze kungaphumi namnye kuni ngomnyango wendlu yakhe kude kuse.

  • Numeri 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Uya kuthi ke umntu ohlambulukileyo+ athabathe ihisope,+ ayithi nkxu emanzini, atshize intente kwanezitya nemiphefumlo yonke ebikuyo kwanalowo uchukumise ithambo nokuba ngobuleweyo nokuba sisidumbu nokuba lingcwaba.

  • 1 Kumkani 4:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Yaye wayethetha ngemithi, ukususela kumsedare oseLebhanon+ kuse kwihisope+ ephuma eludongeni; kwaye wayethetha ngezilo+ nangezidalwa eziphaphazelayo+ nangezinto ezinambuzelayo+ nangeentlanzi.+

  • INdumiso 51:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ngamana ungandisulungekisa esonweni ngehisope, ukuze ndihlambuluke;+

      Ngamana ungandihlamba, ukuze ndibe mhlophe ngakumbi kunekhephu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share