Eksodus 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Imvu yenu mayibe liduna eliphilileyo,+ elinonyaka ubudala.+ Ningathabatha kumatakane eegusha aziinkunzi okanye ezibhokhweni. Numeri 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye umele asondeze umnikelo wakhe kuYehova wetakane elinye legusha eliyinkunzi eliphilileyo elikunyaka walo wokuqala libe ngumnikelo otshiswayo+ nethokazi lemvu elinye eliphilileyo elikunyaka walo wokuqala libe ngumnikelo wesono+ nenkunzi yegusha enye ephilileyo ibe ngumbingelelo wobudlelane,+ 2 Korinte 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye. Hebhere 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+ 1 Petros 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+
5 Imvu yenu mayibe liduna eliphilileyo,+ elinonyaka ubudala.+ Ningathabatha kumatakane eegusha aziinkunzi okanye ezibhokhweni.
14 Yaye umele asondeze umnikelo wakhe kuYehova wetakane elinye legusha eliyinkunzi eliphilileyo elikunyaka walo wokuqala libe ngumnikelo otshiswayo+ nethokazi lemvu elinye eliphilileyo elikunyaka walo wokuqala libe ngumnikelo wesono+ nenkunzi yegusha enye ephilileyo ibe ngumbingelelo wobudlelane,+
21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye.
26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+
19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+