Levitikus 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Noko ke, ukuba umnikelo wakhe otshiswayo kuYehova uwuthabatha ezintakeni, ngoko umele awusondeze umnikelo wakhe ewuthabatha kumahobe asendle+ okanye kumantshontsho amavukuthu.+ Levitikus 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 namahobe amabini+ asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu, anokuphumelela ukuwafumana, elinye libe ngumnikelo wesono lize elinye libe ngumnikelo otshiswayo. Numeri 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ngomhla wesibhozo ifanele izise amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu kumbingeleli esangweni lentente yokuhlangana.+
14 “‘Noko ke, ukuba umnikelo wakhe otshiswayo kuYehova uwuthabatha ezintakeni, ngoko umele awusondeze umnikelo wakhe ewuthabatha kumahobe asendle+ okanye kumantshontsho amavukuthu.+
22 namahobe amabini+ asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu, anokuphumelela ukuwafumana, elinye libe ngumnikelo wesono lize elinye libe ngumnikelo otshiswayo.
10 Yaye ngomhla wesibhozo ifanele izise amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu kumbingeleli esangweni lentente yokuhlangana.+